1 Samuel 3:21 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Walekela uyehova wabonakala e‐Shilo: ngokuba uyehova ebezityila ku‐Samyali e‐Shilo ngelizwi likayehova.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Waqokela uYehova wabonakala eShilo; ngokuba uYehova wazityhila kuSamuweli eShilo ngelizwi likaYehova.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Waphinda uYehova wabonakala eShilo, ngenxa yokuba uYehova wazityhila kuSamuweli eShilo ngelizwi likaYehova.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
UNdikhoyo ke wathi rhoqo ukuvela eShilo, apho wazityhila khona ngezwi lakhe kuSamweli.