1 Samuel 30:11 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Baza bafumana indoda engum‐Jipete ezindle, bayizisa ku‐Davide; bayinika isonka, yada yatya; bayiseza amanzi;
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ke kaloku bafumana indoda engumYiputa isendle. Bayizisa kuDavide, bayinika isonka; yadla; bayiseza amanzi;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ke kaloku bafumana indoda engumYiputa isezweni, bayizisa kuDavide, bayinika isonka, yadla; bampha amanzi;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
abhaqa umJiputa endle apho, aza amsa kuDavide. Ampha ukutya, watya; amnika namanzi, wathoba unxano;