1 Samuel 30:31 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
nakubo abase‐Hebrone, nakuzo zonke indawo, apo u‐Davide ebehambile kona, yena namadoda ake.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
nakwawaseHebron, nasezindaweni zonke apho uDavide abehambahamba khona, yena namadoda akhe.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
naseHebron, nasezindaweni zonke abehamba kuzo uDavide namadoda akhe.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
nabaseHebron, nakuzo zonke iindawo apho wakha waxhwarha khona kunye namadoda akhe.