1 Samuel 30:4 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Bandula u‐Davide nabantu abanaye bapakamisa ilizwi labo, balila, kwada akwabi sabiko kubo amandla okulila.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Baliphakamisa ooDavide nabantu ababenaye ilizwi labo, balila, kwada akwabakho mandla kubo okulila.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Baliphakamisa ooDavide namadoda abenaye ilizwi labo, balila, kwada akwabakho mandla kubo okulila.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Hayi ke, abhomboloza loo madoda ada aphelelwa ngamandla.