1 Samuel 30:8 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wandula u‐Davide wabuza kuyehova ngokuti: Ndiya kuputuma elibandla na? ndiya kulifumana na? Wayesiti kuye: Putuma; ngokuba uya kufumana ngenyaniso, uya kugqibela ukuhlangula kanjako.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wabuza uDavide kuYehova, esithi, Ndiwasukele na la matutu?Ndowafumana na? Wathi kuye, Sukela; ngokuba uya kuwafumana okunene; uya kuhlangula konke.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wabuza uDavide kuYehova, esithi, Ndiligibele na elo qela? Ndiya kubafumana. Wathi ke yena kuye, Bandulule, ngokuba uya kubambisa, kwaye uya kuphinda ulawule yonke into ngaphandle kokulibala.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
UDavide wabuza kuNdikhoyo wenjenje: “Ndibasukele na aba banqolobi? Ndobafumana na?” “Baleqe; uza kubafumana, ubakhulule abaya bathinjwa,” utshilo uNdikhoyo.