1 Samuel 30:9 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wasuka wahamba u‐Davide, yena namadoda angamakulu matandatu abenaye, baza kufika emlanjaneni we‐Besore, apo abo basalayo bahlala kona.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wahamba ke uDavide, yena namadoda angamakhulu amathandathu anawo. Bafika emlanjaneni oyiBhesore, amanye asala khona.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wahamba ke uDavide, enamadoda angamakhulu amathandathu, waya kufika emlanjaneni oyiBhesore, apho aseleyo amasalela.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Wanduluka ke uDavide kunye naloo makhulu mathandathu amadoda. Bathi bakufika kwintlambo iBhesore, asala apho amadoda