1 Samuel 31:1 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
KEKALOKU ama‐Filistiya alwa no‐Sirayeli; aza amadoda akwa‐Sirayeli esaba pambi kwama‐Filistiya, awa ehlatyiwe entabeni ye‐Giliboha.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
AmaFilisti ke ayesilwa namaSirayeli; asaba amadoda akwaSirayeli phambi kwamaFilisti, awa angxwelerhiweyo ezintabeni zeGilibhowa.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Alwa amaFilistiya namaSirayeli, asaba amadoda akwaSirayeli phambi kwamaFilisti, afa entabeni yeGilibhowa.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Aqubisana amaFilistiya namaSirayeli, aswantsuliswa amaSirayeli, kwawa inkitha yawo kuloo ntaba iGilibhowa.