1 Samuel 31:2 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Asuka ama‐Filistiya ati nama ukulandela u‐Saule nonyana bake; ada ama‐Filistiya abulala u‐Jonatane, no‐Abinadabi, no‐Maleki‐shuha, onyana baka‐Saule.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
AmaFilisti athana mbende noSawule noonyana bakhe;amaFilisti ambulala uYonatan, noAbhinadabhi, noMalekishuwa, oonyana bakaSawule.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
AmaFilisti athana mbende noSawule noonyana bakhe; yaye amaFilisti ambulala uYonatan noAbhinadabhi noMalekishuwa, oonyana bakaSawule.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
AmaFilistiya awasukela, athana mbende noSawule kunye noonyana bakhe, aza ababulala bobathathu oonyana bakaSawule, uJonatan, noAbhinadabhi, kunye noMalkishuwa.