1 Samuel 31:5 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wati umtwali wezixo̔bo zake, akubona ukuba u‐Saule ufile, wawa naye pezu kweṙele lake, wafa kunye naye.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wabona umphathi weentonga zakhe ukuba ufile uSawule, wawa naye phezu kwekrele lakhe, wafa kunye naye.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Uthe umphathi weentonga zakhe, akubona ukuba ufile uSawule, waziwisa phezu kwekrele lakhe, wafa kunye naye.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Wathi akubona uSawule efile, naye loo mfana waziphosa kwelakhe ikrele, wafa kunye noSawule.