1 Samuel 4:22 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wayesiti: Ubungcwalisa bufudusiwe kwa‐Sirayeli; ngokuba ityeya katixo isusiwe.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wathi, Uzuko lumkile kwaSirayeli; kuba ityeya kaThixo ithinjiwe.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Waza wathi: “Uzuko lumkile kwaSirayeli, ngenxa yokuba ityeya yoTHIXO oyinyaniso ithinjiwe.”
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Wathi: “Udumo lumkile kwaSirayeli, kuba ityesi kaThixo ithinjiwe.”