1 Samuel 6:10 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kekaloku amadoda lawo enje njalo: atabata imazana zambini ezanyisayo, azibopa enqwelweni, namatole azo awavalela ekaya;
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Enjenjalo amadoda; athabatha iimazi ezintsha ezanyisayo zambini, azibopha enqwelweni, awavalela amathole azo ekhaya.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Enjenjalo amadoda; wathabatha iinkomo ezimbini ezanyisayo, wazibopha enqwelweni, wawavalela endlwini amathole azo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
AmaFilistiya enze njengoko ayeyalelwe. Abopha iimazi zambini, awavalela esibaya amankonyane.