1 Samuel 6:3 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Baye besiti: Ukuba niyayindulula ityeya katixo wo‐Sirayeli, ningandululi yona ize; seniya kuqinisa ukubuyisela kuye idini letyala; oko niya kupiliswa, naniya kwaziswa ukuba kunganina isandla sake singashenxi kuni.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Bathi, Ukuba iyagoduswa ityeya yoThixo kaSirayeli, musani ukuyigodusa ilambatha; ukuyibuyisela kuye, noyibuyisela inedini letyala. Niya kuphiliswa; kuya kwandula ukwazeka kuni, ukuba bekungani na ukuba isandla sakhe singesuki kuni.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Bathi, Ekuyibuyiseni kwenu ityeya yoThixo kaSirayeli, musani ukuyigodusa iyodwa; kodwa mbuyiseni idini letyala; uya kwandula ke uphiliswe, wazi ukuba kutheni singasuswanga isandla sakhe kuwe.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Baphendula ababingeleli noosiyazi bathi: “Kaloku xa niyigodusa ityesi yoThixo wamaSirayeli, kufuneka ikhatshwe ngento yokungxengxezela ityala, ingahambi ingaphethe nto. Xa nenjenjalo niya kuphila, nitsho niyiqonde nembangi yokuba athi rhoqo ukunohlwaya uThixo kaSirayeli.”