1 Samuel 7:16 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Waya ngomnyaka ngomnyaka wazungulezela e‐Betele, ne‐Gilegale, ne‐Mitsipa, wabagweba o‐Sirayeli kwezondawo zonke.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
ehamba iminyaka ngeminyaka, ejikeleza eBheteli, naseGiligali, naseMizpa, ewalawula amaSirayeli kwezo ndawo zonke;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Minyaka le wayesiya eBheteli naseGiligali naseMizpa ukuze ayalele amaSirayeli kuzo zonke ezo ndawo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Minyaka le wayedla ngokwenza umjikelo, aye eBhetele, eGiligali, naseMizpa, afike apho alamle iimbambano zabantu.