1 Samuel 7:4 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Lwandula usapo luka‐Sirayeli lwakwelelisa o‐Bali no‐Hashetorete, lwamkonza uyehova yedwa.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Oonyana bakaSirayeli babasusa ke ooBhahali nooAshtaroti, bakhonza uYehova yedwa.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Bamlahla ke oonyana bakaSirayeli ooBhahali noAshtaroti, bakhonza uYehova yedwa.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
AmaSirayeli ke ayilahla imifanekiso kaBhali noAshtaroti, akhonza uNdikhoyo yedwa qwaba.