1 Samuel 7:5 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wati u‐Samyali kanjalo: Bahlanganiseni o‐Sirayeli bonke beze e‐Mitsipa, ndandiya kunitandazela kuyehova.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wathi uSamuweli, Wahlanganiseleni eMizpa onke amaSirayeli, ndinithandazele kuYehova.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wathi uSamuweli, Bahlanganiseleni eMizpa bonke oonyana bakaSirayeli, ndinithandazele kuYehova.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Emva koko uSamweli wathi: “Onke amaSirayeli makahlangane eMizpa. Mna ke ndiya kunithandazela kuNdikhoyo.”