1 Samuel 8:1 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
KWAYE kute nxa u‐Samyali ebemdala, wabamisa onyana bake babe ngabagwebi pezu kwo‐Sirayeli.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kwathi, xenikweni uSamuweli alixhego, wabamisa oonyana bakhe baba ngabagwebi kumaSirayeli.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Akuba mdala uSamuweli wabamisa oonyana bakhe baba ngabagwebi kwaSirayeli.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ke kaloku uthe uSamweli akwaluphala wamisela oonyana bakhe baba ziinkokheli zamaSirayeli.