1 Samuel 8:19 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kodwa abantu bala ukupulapula ilizwi lika‐Samyali, bati: Hai; ngukumkani oya kuba pezu kwetu;
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Abavuma abantu ukuliphulaphula ilizwi likaSamuweli; bathi, Hayi, inene, masibe nokumkani;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Abavuma abantu ukuliphulaphula ilizwi likaSamuweli; baphendula bathi, Hayi! ke siya kuba nokumkani osilawulayo;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
AmaSirayeli akazange amphulaphule uSamweli, suka athi: “Hayi, sifuna ukulawulwa ngukumkani thina.