1 Samuel 8:20 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
ukuba nati sibe njengentlanga zonke; nokuba ukumkani wetu asigwebe, apume pambi kwetu, alwe ukulwa kwetu.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
nathi sibe njengeentlanga ezi zonke, asilawule ukumkani wethu, aphume phambi kwethu, alwe iimfazwe zethu.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
ukuze sibe njengeentlanga zonke; nokuba ukumkani wethu asigwebe, asikhokele, kwaye alwe amadabi ethu.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Xa kunjalo sofana nazo zonke ezinye iintlanga, sibe nokumkani osikhokelayo nasemfazweni.”