1 Samuel 8:4 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Bandula bahlanganisana bonke abadala bo‐Sirayeli, beza ku‐Samyali e‐Rama,
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Aza ahlanganisana onke amadoda amakhulu akwaSirayeli, eza kuSamuweli eRama, athi kuye, Uyabona,
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ahlanganisana ke onke amadoda amakhulu akwaSirayeli, eza kuSamuweli eRama.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Amadoda amakhulu ke akwaSirayeli aqokelelana, aya kutsho eRama kuSamweli,