1 Samuel 8:5 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
bati kuye: Bona ke, wena umdala, nonyana bako abahambi ezindleleni zako; uz’ uti kaloku usimisele ukumkani ukusigweba, njengentlanga zonke.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
waluphele wena, oonyana bakho abahambi ngendlela yakho;simisele ngoko ukumkani wokusilawula, njengeentlanga ezi zonke.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wathi kuye, Yabona, wena waluphele, oonyana bakho abahambi ngeendlela zakho; simisele ngoko ukumkani wokusilawula, njengeentlanga zonke.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
afika athi kuye: “Sewaluphele wena ngoku, yaye noonyana bakho abakufuzanga mpela. Ngoko ke sityumbele ukumkani, khon' ukuze nathi sifane nezinye izizwe, sibe nokumkani osilawulayo.”