1 Samuel 8:6 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kodwa elozwi belilibi emehlweni ka‐Samyali, nxa bebesiti: Sinike ukumkani ukusigweba. Waza u‐Samyali watandaza kuyehova.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Laba libi elo zwi emehlweni kaSamuweli, xa bathi, Sinike ukumkani wokusilawula. Wathandaza uSamuweli kuYehova.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kodwa loo nto yaba imbi emehlweni kaSamuweli, xa bathi, Sinike ukumkani ukuba asilawule. uSamuweli wathandaza kuYehova.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Samngena kakubi uSamweli isicelo sabo sokufuna ukumkani. Wabhenela *kuNdikhoyo,