1 Samuel 8:9 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngako kaloku pulapula ilizwi labo; kodwa qinisa ukunqi̔nela ngakubo, ubashumayeze isiko lokumkani oya kupata ubukumkani pezu kwabo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Liphulaphule ngoko izwi labo; kodwa uze ubaqononondise kakuhle, ubaxelele isiko aya kuphatha ngalo ukumkani oya kuba ngukumkani wabo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Liphulaphule ke ngoko izwi labo; bakhalimele, balazi igunya lokumkani oya kubalawula.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Siphulaphule isicelo sabo, kodwa uze ubaqononondise ibacacele impatho abaya kuyifumana kwabo kumkani babafunayo.”