1 Samuel 9:1 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
KWABEKUKO indoda yakwa‐Benjamine, egama lalingu‐Kishe, unyana ka‐Abiyeli, unyana ka‐Tserore, unyana ka‐Bekorate, unyana ka‐Afiya, um‐Benjamine, igoṙa elibuṙoti.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kwakukho ndoda yakwaBhenjamin, igama lalinguKishe, unyana ka-Abhiyeli, unyana kaTserore, unyana kaBhekorati, unyana ka-Afiya, unyana womBhenjamin, indoda esisityebi.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kwakukho ndoda yakwaBhenjamin, igama layo belinguKishe, unyana ka-Abhiyeli, unyana kaSerore, unyana kaBhekorati, unyana ka-Afiya, umBhenjamin, igorha.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ke kaloku kwakukho indwalutho yakwaBhenjamin eyayinguKishe igama, unyana ka-Abhiyeli, kaZerore, kaBhekorati, ka-Afiya.