1 Samuel 9:10 — Compare Translations
3 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Waza u‐Saule wati kwisicaka sake: Ilizwi lako lilungile; hamba, sihambe. Bahamba baya esixekweni apo indoda katixo ibikona.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wathi uSawule kumfana lowo, Lihle ilizwi lakho; hamba siye.Bahamba baya kuloo mzi, apho umntu kaThixo wayekhona.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wathi uSawule kumfana lowo, Ulungisile ukuthetha; Yiza sihambe, baya kuloo mzi abekhona umfo wakwaThixo.