1 Samuel 9:14 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Baza benyukela esixekweni: bati bakufika pakati kwesixeko, nanku u‐Samyali ebapumele, ukuya kunyukela endaweni epakamileyo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Bakubona ukuba bayangena kuloo mzi, nanko uSamuweli ephuma equbisana nabo, eza kunyuka aye esigangeni.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Benyuka baya kuwo umzi, bakungena kuwo umzi, waphuma uSamuweli wabakhawulela, enyuka aye esigangeni.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Basukela ooSamweli nesicaka ukusinga edolophini. Bathe bakungena baqubisana noSamweli esendleleni eya endulini.