1 Samuel 9:2 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Yabinonyana ke, ogama lalingu‐Saule, oyintlahla, omhle: kwaye kungeko indoda pakati kwosapo luka‐Sirayeli ebimgqitisile ngobuhle: kwa kuwo amagxalaba ake nangapezulu wadlula bonke abantu ngobude.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Yayinonyana ogama linguSawule, umfo omtsha, omhle, ebekungekho mfo phakathi koonyana bakaSirayeli umhle kunaye;ethabathela emagxeni akhe anyuse, ubemde kubantu bonke.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Yayinonyana ogama linguSawule, umfo omtsha, omhle, omhle; bekungekho ndoda ilungileyo phakathi koonyana bakaSirayeli kunaye; ethabathele emagxeni enyusa, wayemde kunabo bonke abantu.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
UKishe wayenonyana ogama linguSawule, igatyana lenzwana yomfana. Lo mfana wayesukile egadeni evela kuwo onke amaSirayeli.