1 Samuel 9:25 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Bada behla endaweni epakamileyo baya esixekweni: waza wateta no‐Saule pezu kwendlu.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Behla esigangeni apho, beza phakathi komzi; wathetha noSawule phezu kwendlu.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Behla esigangeni, bangena esixekweni, wathetha uSamuweli kuSawule phezu kwendlu.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Bathe ukubuya kulaa ndawo yokunqula, uSamweli wancokola noSawule endaweni eyakhiweyo phezu kwendlu. Walala apho ngobo busuku.