1 Samuel 9:8 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Salekela isicaka ukupendula u‐Saule, sati: Bona ke, kuko esandleni sam isiqingata sesine seshekele yesilivere; eso ndiya kusinika kuyo indoda katixo, ukuze isixelele indlela yetu.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Waphinda umfana wamphendula uSawule, wathi, Nanku kufumaneke esandleni sam isahlulo sesine seshekele yesilivere; ndosinika umntu kaThixo, asibonise indlela yethu.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Waphinda umfana wamphendula uSawule, wathi, Uyabona, ndinesahlulo sesine seshekele yesilivere; Le nto ndiza kuyinika umfo wakwaThixo, asixelele indlela yethu.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Sithe isicaka ukuphendula: “Ndinabumalana apha kum endingamnika bona ukuze asibeke emkhondweni.”