1 Thessalonians 1:10 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
nokumlinda unyana wake evela ezulwini, ate wamvusa ekufeni, kwa u‐Yesu, osihlangulayo emsindweni ozayo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
nilinde uNyana wakhe evela emazulwini, awamvusayo kwabafileyo, kwauYesu, osihlangulayo kuyo ingqumbo ezayo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
nilinde uNyana wakhe evela emazulwini, awamvusayo kwabafileyo, kwauYesu osihlangulayo kuyo ingqumbo ezayo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Nonke nihlala nilindele ukubuya koNyana wakhe ezulwini, lowo wamvusayo ekufeni; ewe uYesu, yena usihlangulayo kuyo yonke ingqumbo ezayo.