1 Thessalonians 1:9 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngokuba bona ngokwabo beshumayela ngati ukuba bekunjanina ukungena esibe sinako kuni, nokuba nati nina ukuguqukela kutixo niguquka ezitixweni, ukumkonza utixo opilileyo oyinyaniso,
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kuba bona ngokwabo baxela ngathi, ukuba kwakunjani na ukungena kwethu kuni, nokokuba nathini na ukuguqukela kuThixo, niphuma kuzo izithixo, ukuze nikhonze uThixo ophilileyo oyinyaniso,
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kaloku bona aba bayasichazela ukuba kunjani na ukungena kwethu kuni, nendlela enaniguqukela ngayo kuThixo, nisuka kwizithixo, nize nikhonze uThixo ophilayo noyinyaniso,
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Seyingundaba-mlonyeni kubo bonke abantu indlela enasamkela ngayo kutyelelo lwethu. Kanti nokulahla kwenu izithixo niguqukela kuThixo, ukuze nibe zizicaka zoThixo wenene ophilayo, kukwanjalo.