1 Thessalonians 2:1 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngokuba nisazi nina ngokwenu, bazalwana! ukungena kwetu kuni, ukuba bekungeyinto engenanto:
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kuba nikwazi ngokwenu, bazalwana, ukuba ukungena kwethu kuni akulambathanga;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kuba niyakwazi ngokwenu, bazalwana, ukungena kwethu kuni, ukuba akulambathanga;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Nazi ngokwenu, mawethu, ukuba undwendwelo lwethu phakathi kwenu alubanga lilize konke-konke.