1 Thessalonians 2:11 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
kwa njengokuba nisazi, okokuba nina nonke abanye ngabanye, njengokuba uyise epata abake abantwana, saniyala, sa ni tutuzela, sa ni nqi̔nisa,
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
kwanjengoko naziyo nonke ngabanye, ukuba besixelisa uyise kubantwana bakhe, siniyala, sinikhuza, siniqononondisa,
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Njengoko nisazi, ukuba besiniyala, sinikhuza, siniyala elowo wenu, njengoyise esenza kubantwana bakhe;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Niyazi ukuba bendinjengoyihlo kuni nonke ngabanye.