1 Thessalonians 2:16 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
esalela ukuteta kubaheyideni ukuba basindiswe; ukuze azalisekise izono zawo ngamaxesha onke. Kodwa umsindo uwafikele kude kugqitywe.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
esalela thina ukuba sithethe kuzo iintlanga, ukuze zisindiswe, esenzela ukuba azalise izono zawo ngamaxesha onke.Iwafikele ke ingqumbo, kwada kwasekupheleni.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
esalela thina ukuba sithethe kuzo iintlanga, ukuze zisindiswe, esenzela ukuba azalise izono zawo ngamaxesha onke. Iwafikele ke ingqumbo, kwada kwasekupheleni.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Nathi asithintela, engafuni sithethe neentlanga sizikhokelele elusindisweni. Ngokwenjenje ke ayizalisile ibhekile yezono zawo. Kungokunje ingqumbo kaThixo iphezu kwawo.