1 Thessalonians 2:17 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
KODWA tina, bazalwana! sihlutiwe kuni ixesha elifutshane nje, ngobuso, bekungengentliziyo, sati kakulu ngakumbi sanxamela ukubona ubuso benu ngenkanuko enkulu.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Thina ke, bazalwana, sanihluthwayo nje ixesha elifutshane ngesiqu, kungengantliziyo, sakhuthalela ngokugqithiseleyo ukububona ubuso benu, sinqwena kakhulu.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Thina ke, bazalwana, sanihluthwayo nje ixesha elifutshane ngesiqu, kungengantliziyo, sakhuthalela ngokugqithiseleyo ukububona ubuso benu, sinqwena kakhulu.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Thina ke, mawethu, sithe sakuba sahlukene nani okomzuzwana – phofu ngembonakalo, hayi ngeentliziyo – sanxuba sinqwenela ukuphinda sinibone.