1 Thessalonians 2:18 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngako oko safuna ukuza kuni, kwa mna Paulusi, nakanye nakabini; kanti u‐Satane wasitintela.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kungoko sathandayo ukuza kuni, mna Pawulos lo, kwakanye nakabini; wesuka uSathana wasibambezela.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kungoko sathandayo ukuza kuni, mna Pawulos lo, kwakanye nakabini; kodwa uSathana wasithintela.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Sazama ukuza apho eTesalonika – ewe, kanye mna Pawulos akukanye ndizama – kodwa uSathana uxabile endleleni.