1 Thessalonians 2:4 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
koko njengokuba sibukiwe ngutixo ukuba siyipatiswe ivangeli, siteta kwa njalo; kungengokufuna ukukolisa abantu, ku ngokufuna ukukolisa utixo, ozilingayo intliziyo zetu.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Sithi, njengoko sicikidiweyo nguThixo, ukuba siphathiswe iindaba ezilungileyo, senjenjalo ukuthetha; singangi sikholisa abantu, kuba sikholisa uThixo ozicikidayo iintliziyo zethu.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Sithi, njengoko sicikidiweyo nguThixo, ukuba siphathiswe iindaba ezilungileyo, senjenjalo ukuthetha; singangi sikholisa abantu, kuba sikholisa uThixo ozicikidayo iintliziyo zethu.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Koko ndityunjwe nguThixo nje, ndakufanela nokuphathiswa iindaba ezimnandi, ndisuka ndithethe ngezinto eziphathelele kwezo ndaba. Andizicengezeli mntwini, ndizicengezela kuThixo kuphela, yena ohleli ezazi iingcinga zethu.