1 Thessalonians 2:5 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngokuba kanjako singezanga sipate amazwi enywelezo, njengokuba nisazi, kwa nesigushelo sobubawa; utixo ulinqi̔na;
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kuba kananjalo, njengoko naziyo, asizanga sibe nantetho yakucengacenga, namkhusane wakubawa, uThixo ulingqina;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kaloku, njengoko naziyo, asizanga sibe nantetho yakucengacenga, namkhusane wakubawa; uThixo ulingqina:
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Niyazi kakuhle ukuba bendingankwalambisi ukuthetha nani. UThixo uyazi ukuba ukunyoluka bendingakwambesi ngentetho emnandi.