1 Thessalonians 2:7 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kodwa sibe sinokutamba pakati kwenu, njengokuba umanyisikazi ebondla abake abantwana;
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Thina ke sisuke sathantamisa phakathi kwenu njengomdlezana osukuba ebagcinile abakhe abantwana;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Sisuke saba ngabathantamisayo phakathi kwenu, njengokuba umama ebagcinile abantwana bakhe;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Bendinako kambe ukunisinda ngesithinzi kuba *ndingumthunywa kaKrestu ngenkqu, koko ndisuke ndambuna kuni, ndaba yindlezana ibungezela iintsana zayo.