1 Thessalonians 3:10 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
ebusuku nasemini sitandaza kakulu ngakumbi nje ukuba sibubone ubuso benu, nokuba sikwenzelele okuswelekileyo elukolweni lwenu?
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
ubusuku nemini sikhunga ngokugqithiseleyo kakhulu, ukuba sibubone ubuso benu, sikuzalise ukusilela kokholo lwenu?
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ubusuku nemini sikhunga ngokugqithiseleyo kakhulu, ukuba sibubone ubuso benu, sikuzalise ukusilela kokholo lwenu?
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Imini nobusuku ndihleli ndithandaza ngenyameko, ndicela ukuba ze ndibuye ndibonane nani, ndize ndilulungise ukholo lwenu apho lulambatha khona.