1 Thessalonians 3:8 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
kuba kaloku sibudla ubomi, nxa niqinisa ukuma nina enkosini.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
ngokuba ngoku siphilile, ukuba nina nithi nime eNkosini.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kuba ngoku siphilile, ukuba nina nithi nime eNkosini.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kaloku ikukuphila kum into yokuba nina nihlale nithe zinzi nimanywe neNkosi.