1 Thessalonians 4:1 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
OKO kuseleyo ke, bazalwana! siyanitandaza si ni yale enkosini u‐Yesu, ukuba niti, njengokuba nikwamkele kuti okokuba nifanele ukuti nina ukuhamba nokukolisa utixo, kwa njalo nikolise ukwanda kuko ngakumbi.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Elokugqiba ngoko, bazalwana, siyanicela siniyala siseNkosini uYesu, ukuba nithi, njengokuba nakwamkelayo kuthi, okokuba nimelwe kukuthini na ukuhamba nokumkholisa uThixo, nikhule kuko ngakumbi.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Elokugqiba ngoko, bazalwana, siyanicela siniyala siseNkosini uYesu, ukuba nithi, njengokuba nakwamkelayo kuthi, okokuba nimelwe kukuthini na ukuhamba nokumkholisa uThixo, nikhule kuko ngakumbi.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ngaphezu koko, mawethu, sanifundisa indlela yobomi obumkholisayo uThixo. Le ke phofu yindlela ebeniphila ngayo kakade. Kodwa ke ngoku, njengoko nimanywe neNkosi uYesu, sinicela sinicenga-cenga ukuba nenze ngakumbi.