1 Thessalonians 4:10 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
ewe okunene niyakwenza kwa kona ngakubo bonke abazalwana abakuyo yonke i‐Masedoniya. Kodwa siyanikunga, bazalwana! ukuba nikolise ukwanda ngakumbi;
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
kuba okunene niyakwenza oko kubo bonke abazalwana abakwelaseMakedoni liphela. Siyanivuselela ke, bazalwana, ukuba nikhule kuko oko ngakumbi;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Okunene niyakwenza oko kubo bonke abazalwana abakwelaseMakedoni liphela. Ke siyanibongoza, bazalwana, ukuba nikhule kuko oko ngakumbi;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ibe ke ngenene nani niziphethe ngale ndlela kuwo onke amakholwa kulo lonke elaseMakedoni. Phofu ke, mawethu, ndiyanikhuthaza ukuba niqhubele phambili ukwenjenjalo.