1 Thessalonians 4:11 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
nokuba nizamele ukuba sekuzoleni, nokuyenza eyenu imicimbi, nokusebenza ngezenu izandla, njengoko saniyalelayo:
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
nokuba nizondelele ukuba nizole, nenze ezenu izinto, nisebenze ngezenu izandla, njengoko saniyalayo;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Nikhuthalele ukuzola, nenze imicimbi yenu, nisebenze ngezandla zenu, njengoko saniwisela umthetho ngako;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Nokuba yintoni na imeko ibhongo lenu malibe kukuhlala ngoxolo, ningagxuphuleki kwimicimbi yabanye abantu. Philani kukubila kwamabunzi enu njengoko ndandiniyalele.