1 Thessalonians 4:13 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
KODWA anditandi ukuba nibe ningenakwazi, bazalwana! ngabo balele kukufa, ukuze ningabi lusizi, njengokuba benjalo nabanye abangenalo itemba.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ke kaloku andithandi ukuba ningazi, bazalwana, mayela nabalele ukufa, ukuze ningabi buhlungu njengabanye abangenathemba bona.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ke kaloku andithandi ukuba ningazi, bazalwana, mayela nabalele ukufa, ukuze ningabi buhlungu njengabanye abangenathemba bona.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ndithanda ukunicacisela, mawethu, mayela nâbo bangasekhoyo, ukuze ningabi lusizi njengabantu abangenathemba.