1 Thessalonians 4:14 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngokuba sakukolwa ukuba u‐Yesu wafa wabuya wavuka, kwa njalo abo balala kukufa ngaye u‐Yesu utixo wobazisa kunye naye.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kuba xa sikholwa ukuba uYesu wafa, wabuya wavuka, kwangokunjalo naye uThixo woza nabo abalele ukufa ngaye uYesu, kunye naye.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kuba xa sikholwa ukuba uYesu wafa, wabuya wavuka, kwangokunjalo naye uThixo woza nabo abalele ukufa ngaye uYesu, kunye naye.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kaloku siyakholwa ukuba uYesu wafa, wabuya wavuka. Ngokukwanjalo ke nâbo bafe bemanywe noYesu uThixo uya kubabuyisa kunye noYesu.