1 Thessalonians 4:15 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngokuba oko sikutsho kuni elizwini lenkosi, ukuba tina bahleliyo abo basalela ekufikeni kwenkosi asisayi kupangela abo balala kukufa:
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kuba oku siyakutsho kuni ngelizwi leNkosi ukuthi, thina babudlayo ubomi, baya kuba besekho ekufikeni kweNkosi, asisayi kubaphangela abalele ukufa.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kuba oku siyakutsho kuni ngelizwi leNkosi ukuthi, thina babudlayo ubomi, baya kuba besekho ekufikeni kweNkosi, asisayi kubaphangela abalele ukufa.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Le nyaniso ndinixelela yona lilizwi leNkosi: Thina baya kuba besaphila ngemini yokubuya kweNkosi asiyi kufumana nto bangayi kuyifumana abo bangasekhoyo.