1 Thessalonians 4:2 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngokuba nisazi iziyalelo zinina esaninika zona ngayo inkosi u‐Yesu.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kuba niyazi ukuba zaba ziziyalo zini na, esaniyala ngazo ngeNkosi uYesu.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kaloku niyayazi imiyalelo esaninika yona ngeNkosi uYesu.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kaloku niyayazi imiyalelo esaninika yona ngegunya leNkosi uYesu.