1 Thessalonians 4:3 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngokuba oku kuyintando katixo, ukungcwaliswa kwenu, ukuba nizile umbulo:
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kuba oku kukuthanda kukaThixo, ukungcwaliswa kwenu, ukuba nikhumke kulo uhenyuzo;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kuba oku kukuthanda kukaThixo, ukungcwaliswa kwenu, ukuba nikhumke kulo uhenyuzo;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
UThixo uthanda ukuba nibe nyulu, nikucezele ukurheletya.