1 Thessalonians 4:7 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngokuba utixo engasibizelanga ubunco̔la, koko esibizile ukuba sibe sebungcweleni.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kuba uThixo akasibizelanga ekungcoleni; usibizele ebungcwaliseni.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kuba uThixo akasibizelanga ekungcoleni; usibizele ebungcwaliseni.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kaloku uThixo akasibizelanga ekungcoleni, koko ufuna sibe nyulu.