1 Thessalonians 4:8 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngako ke lowo walayo, akali umntu, koko esala utixo, ote kanjako wasinika umoya wake oyingcwele.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ngako oko ke lowo ugibayo, akagibi mntu, ugiba uThixo, owasinikayo nokusinika uMoya wakhe oyiNgcwele.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ngoko ke lowo ugibayo, akagibi mntu, ugiba uThixo, owasinikayo nokusinika uMoya wakhe oyiNgcwele.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ngoko ke, nabani na ongayifuniyo le mfundiso akachasi mntu, uchasa uThixo lo unipha uMoya oyiNgcwele.